IZenzo 13:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva kokuba abantu befundelwe uMthetho+ neencwadi zabaProfeti, amagosa akhokelayo kwindlu akhonzela kuyo amaYuda athumela umyalezo kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi elinokukhuthaza abantu, lithetheni.”
15 Emva kokuba abantu befundelwe uMthetho+ neencwadi zabaProfeti, amagosa akhokelayo kwindlu akhonzela kuyo amaYuda athumela umyalezo kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi elinokukhuthaza abantu, lithetheni.”