IZenzo 13:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa njengoko uYohane wayegqibezela umsebenzi wakhe wayedla ngokuthi: ‘Nicinga ukuba ndingubani na? Andinguye loo mntu. Kodwa jongani! Kukho ozayo emva kwam endingenakukhulula neembadada azinxibileyo.’+
25 Kodwa njengoko uYohane wayegqibezela umsebenzi wakhe wayedla ngokuthi: ‘Nicinga ukuba ndingubani na? Andinguye loo mntu. Kodwa jongani! Kukho ozayo emva kwam endingenakukhulula neembadada azinxibileyo.’+