IZenzo 13:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba abantu baseYerusalem nabalawuli babo abazange bamqonde, kodwa xa babegweba, zatsho zenzeka izinto ezathethwa ngabaProfeti,+ izinto ezifundwa ngokuvakalayo qho ngesabatha.
27 Kuba abantu baseYerusalem nabalawuli babo abazange bamqonde, kodwa xa babegweba, zatsho zenzeka izinto ezathethwa ngabaProfeti,+ izinto ezifundwa ngokuvakalayo qho ngesabatha.