IZenzo 13:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UThixo uye wayenza yonke loo nto wayebathembise yona, kuthi thina bantwana babo, ngokuvusa uYesu,+ kanye njengokuba kubhalwe kwindumiso yesibini kwathiwa: ‘Ungunyana wam; namhlanje ndiye ndaba ngutata wakho.’+
33 UThixo uye wayenza yonke loo nto wayebathembise yona, kuthi thina bantwana babo, ngokuvusa uYesu,+ kanye njengokuba kubhalwe kwindumiso yesibini kwathiwa: ‘Ungunyana wam; namhlanje ndiye ndaba ngutata wakho.’+