IZenzo 13:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Yena uDavide wamkhonza uThixo ngemihla yakhe, wafa* yaye wangcwatywa nookhokho bakhe, waza umzimba wakhe wabola.+
36 Yena uDavide wamkhonza uThixo ngemihla yakhe, wafa* yaye wangcwatywa nookhokho bakhe, waza umzimba wakhe wabola.+