IZenzo 13:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 Emva koko uPawulos noBharnabhas bathetha ngesibindi nawo bathi: “Bekufanelekile ukuba ilizwi likaThixo lithethwe kuni kuqala.+ Kodwa ekubeni ningalifuni yaye ningaziboni nifanelwe bubomi obungunaphakade, siza kushumayela ezintlangeni.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:46 Ukunikela Ubungqina, iphe. 90-92
46 Emva koko uPawulos noBharnabhas bathetha ngesibindi nawo bathi: “Bekufanelekile ukuba ilizwi likaThixo lithethwe kuni kuqala.+ Kodwa ekubeni ningalifuni yaye ningaziboni nifanelwe bubomi obungunaphakade, siza kushumayela ezintlangeni.+