IZenzo 14:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Xa abantu abaninzi bayibonayo le nto yayenziwe nguPawulos, bakhwaza ngolwimi lwaseLikawoniya besithi: “Oothixo baye bazenza bafana nabantu, baza behla beza kuthi!”+
11 Xa abantu abaninzi bayibonayo le nto yayenziwe nguPawulos, bakhwaza ngolwimi lwaseLikawoniya besithi: “Oothixo baye bazenza bafana nabantu, baza behla beza kuthi!”+