-
IZenzo 15:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Emva kokuba ibandla libakhaphile lajika endleleni, badlulela eFenike naseSamariya, bebalisa ngokweenkcukacha ngendlela abantu beentlanga abaguquke ngayo, ibe loo nto yabavuyisa kakhulu bonke abazalwana.
-