IZenzo 15:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa abanye ababekade bekwiqela labaFarisi baza baba ngamakholwa, baphakama ezitulweni zabo bathi: “Kuza kufuneka boluke baze baxelelwe ukuba bathobele uMthetho KaMoses.”+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:5 Ukunikela Ubungqina, iphe. 105, 107
5 Kodwa abanye ababekade bekwiqela labaFarisi baza baba ngamakholwa, baphakama ezitulweni zabo bathi: “Kuza kufuneka boluke baze baxelelwe ukuba bathobele uMthetho KaMoses.”+