IZenzo 15:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva kokuba bexoxe ixesha elide, uPetros waphakama wathi: “Madoda, bazalwana, niyazi kakuhle into yokuba kwasekuqaleni uThixo wakhetha mna phakathi kwenu ukuba ndishumayele iindaba ezilungileyo kubantu beentlanga ukuze bakholwe.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:7 Ukunikela Ubungqina, iphe. 106
7 Emva kokuba bexoxe ixesha elide, uPetros waphakama wathi: “Madoda, bazalwana, niyazi kakuhle into yokuba kwasekuqaleni uThixo wakhetha mna phakathi kwenu ukuba ndishumayele iindaba ezilungileyo kubantu beentlanga ukuze bakholwe.+