IZenzo 15:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 ukuze abantu abashiyekileyo bamfune ngokuzimisela uYehova, kunye nabantu bazo zonke iintlanga, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova* ozenzayo ezi zinto,+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:17 IMboniselo,1/15/2012, iphe. 5 Ukunikela Ubungqina, iphe. 109 “Sonke ISibhalo”, iphe. 150
17 ukuze abantu abashiyekileyo bamfune ngokuzimisela uYehova, kunye nabantu bazo zonke iintlanga, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova* ozenzayo ezi zinto,+