IZenzo 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba ukususela kwakudala kwakukho abantu abashumayela ngomthetho kaMoses kuzo zonke izixeko, kuba lo mthetho ufundelwa abantu qho ngesabatha+ kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda.” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:21 Ukunikela Ubungqina, iphe. 109, 111
21 Kuba ukususela kwakudala kwakukho abantu abashumayela ngomthetho kaMoses kuzo zonke izixeko, kuba lo mthetho ufundelwa abantu qho ngesabatha+ kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda.”