IZenzo 15:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Kodwa uPawulos wayengafuni bahambe naye, kuba wayebashiyile xa babesePamfiliya akaya kushumayela nabo.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:38 IMboniselo,3/15/2010, iphe. 7-8 Ukunikela Ubungqina, iphe. 120
38 Kodwa uPawulos wayengafuni bahambe naye, kuba wayebashiyile xa babesePamfiliya akaya kushumayela nabo.+