IZenzo 18:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Apho wafumana umYuda ogama linguAkwila,+ owazalelwa ePonto, nowayesandula ukufika nomfazi wakhe uPrisila bevela eItali, kuba uKlawudiyo wayeyalele onke amaYuda ukuba emke eRoma. Ngoko waya kubo, IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:2 Vukani!,4/2011, iphe. 12 Ukunikela Ubungqina, iphe. 137 IMboniselo,11/15/2003, iphe. 19-20 “Sonke ISibhalo”, iphe. 206
2 Apho wafumana umYuda ogama linguAkwila,+ owazalelwa ePonto, nowayesandula ukufika nomfazi wakhe uPrisila bevela eItali, kuba uKlawudiyo wayeyalele onke amaYuda ukuba emke eRoma. Ngoko waya kubo,
18:2 Vukani!,4/2011, iphe. 12 Ukunikela Ubungqina, iphe. 137 IMboniselo,11/15/2003, iphe. 19-20 “Sonke ISibhalo”, iphe. 206