IZenzo 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa uKrispo+ igosa eliphethe kwindlu awayekhonzela kuyo amaYuda nendlu yakhe baba ngamakholwa eNkosini. Nabantu abaninzi baseKorinte abayivayo intshumayelo,baba ngamakholwa baza babhaptizwa. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:8 Ukunikela Ubungqina, iphe. 151
8 Kodwa uKrispo+ igosa eliphethe kwindlu awayekhonzela kuyo amaYuda nendlu yakhe baba ngamakholwa eNkosini. Nabantu abaninzi baseKorinte abayivayo intshumayelo,baba ngamakholwa baza babhaptizwa.