IZenzo 19:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UPawulos wathi: “UYohane wayebhaptiza abantu ukuze babonise ukuba baguqukile,+ esithi abantu bamele bakholwe kulowo uzayo emva kwakhe,+ uYesu.” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:4 Umntu Obalaseleyo, isahl. 11
4 UPawulos wathi: “UYohane wayebhaptiza abantu ukuze babonise ukuba baguqukile,+ esithi abantu bamele bakholwe kulowo uzayo emva kwakhe,+ uYesu.”