IZenzo 19:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa xa abanye baba nenkani, bengafuni ukukholwa, bethetha kakubi ngeNdlela YeNkosi+ phambi kwabantu, wabashiya+ waza wahamba nabafundi, washumayela yonke imihla kwiholo yesikolo eyayiyekaTirano. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:9 Ukunikela Ubungqina, iphe. 160-162
9 Kodwa xa abanye baba nenkani, bengafuni ukukholwa, bethetha kakubi ngeNdlela YeNkosi+ phambi kwabantu, wabashiya+ waza wahamba nabafundi, washumayela yonke imihla kwiholo yesikolo eyayiyekaTirano.