IZenzo 19:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 kangangokuba kwanamalaphu neefaskoti awazichukumisayo zaziphathelwa abantu abagulayo,+ baze baphile kwizifo zabo, noomoya ababi baphume.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:12 Ukunikela Ubungqina, iphe. 162
12 kangangokuba kwanamalaphu neefaskoti awazichukumisayo zaziphathelwa abantu abagulayo,+ baze baphile kwizifo zabo, noomoya ababi baphume.+