IZenzo 19:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva kokuba kwenzeke ezi zinto, uPawulos wagqiba kwelokuba uza kuya eYerusalem+ ukusuka kwakhe eMakedoni+ naseAkhaya, esithi: “Ukufika kwam apho, ndiza kuya naseRoma.”+
21 Emva kokuba kwenzeke ezi zinto, uPawulos wagqiba kwelokuba uza kuya eYerusalem+ ukusuka kwakhe eMakedoni+ naseAkhaya, esithi: “Ukufika kwam apho, ndiza kuya naseRoma.”+