-
IZenzo 19:35IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
35 Emva kokuba usodolophu ekwazile ukuthulisa abantu, wathi: “Madoda ase-Efese, ngubani ongayaziyo into yokuba sisixeko samaEfese esigcine itempile ka-Artemis omkhulu nomfanekiso owawa uvela ezulwini?
-