IZenzo 20:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UPawulos wayegqibe kwelokuba angagqithi e-Efese,+ ukuze angachithi xesha kwiphondo laseAsiya, kuba wayengxamele ukufika eYerusalem+ ngomhla weTheko LePentekoste ukuba kwakunokwenzeka.
16 UPawulos wayegqibe kwelokuba angagqithi e-Efese,+ ukuze angachithi xesha kwiphondo laseAsiya, kuba wayengxamele ukufika eYerusalem+ ngomhla weTheko LePentekoste ukuba kwakunokwenzeka.