IZenzo 20:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ukufika kwabo wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela endaziphatha ngayo ngokuya ndandikunye nani, ukususela kwimini yokuqala endafika ngayo kwiphondo laseAsiya,+
18 Ukufika kwabo wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela endaziphatha ngayo ngokuya ndandikunye nani, ukususela kwimini yokuqala endafika ngayo kwiphondo laseAsiya,+