IZenzo 21:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Weza kuthi, wathatha ibhanti likaPawulos, wazibopha ngalo ezinyaweni nasezandleni waza wathi: “Umoya oyingcwele uthi, ‘Indoda engumnikazi weli bhanti iza kubotshwa ngolu hlobo ngamaYuda eYerusalem+ yaye aza kuyinikela kubantu beentlanga.’”+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:11 Ukunikela Ubungqina, iphe. 177-178, 189
11 Weza kuthi, wathatha ibhanti likaPawulos, wazibopha ngalo ezinyaweni nasezandleni waza wathi: “Umoya oyingcwele uthi, ‘Indoda engumnikazi weli bhanti iza kubotshwa ngolu hlobo ngamaYuda eYerusalem+ yaye aza kuyinikela kubantu beentlanga.’”+