IZenzo 21:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Emva kokuba bemvile, bamzukisa uThixo, kodwa bathi kuye: “Uyabona mzalwana, kukho amawakawaka amakholwa angamaYuda, ibe onke awukhuthalele uMthetho.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:20 Ukunikela Ubungqina, iphe. 182-183 IMboniselo,3/15/2003, iphe. 23-24 10/15/2002, iphe. 30
20 Emva kokuba bemvile, bamzukisa uThixo, kodwa bathi kuye: “Uyabona mzalwana, kukho amawakawaka amakholwa angamaYuda, ibe onke awukhuthalele uMthetho.+