-
IZenzo 21:34IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
34 Abanye abantu babekhwaza bethetha le, abanye bethetha leya. Ngoko, ekubeni wayengeva ukuba kuthiwani ngenxa yeso siphithiphithi, wathi makaziswe kwindawo ehlala amajoni.
-