IZenzo 21:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Emva kokuba emvumele, uPawulos wema ezitepsini waza waphakamisa isandla sakhe ukuze athulise abantu. Bathi bakuthi cwaka, wathetha nabo ngesiHebhere,+ esithi:
40 Emva kokuba emvumele, uPawulos wema ezitepsini waza waphakamisa isandla sakhe ukuze athulise abantu. Bathi bakuthi cwaka, wathetha nabo ngesiHebhere,+ esithi: