-
IZenzo 22:5IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Umbingeleli omkhulu nabo bonke abadala bangayingqina loo nto. Ndazifumana kubo iileta eziya kubazalwana baseDamasko, yaye ndaya apho ndiyokubopha abo babelapho, ndibazise eYerusalem ukuze bohlwaywe.
-