-
IZenzo 22:24IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
24 umphathi-mkhosi wayalela ukuba uPawulos asiwe kwindawo ehlala amajoni, waza wathi makancinwe ebethwa, ukuze lo mphathi-mkhosi aqonde ukuba kutheni aba bantu bekhwaza kangaka, befuna abulawe.
-