IZenzo 22:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngoko ngemini elandelayo, kuba wayefuna ukwazi ukuba yintoni le amaYuda ammangalela ngayo, wamkhulula waza wayalela umbingeleli oyintloko nayo yonke iNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ukuba idibane. Emva koko wazisa uPawulos phambi kwabo.+
30 Ngoko ngemini elandelayo, kuba wayefuna ukwazi ukuba yintoni le amaYuda ammangalela ngayo, wamkhulula waza wayalela umbingeleli oyintloko nayo yonke iNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ukuba idibane. Emva koko wazisa uPawulos phambi kwabo.+