IZenzo 23:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UPawulos wathi: “Bantakwethu, bendingazi ukuba lo ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:5 Ukunikela Ubungqina, iphe. 187 IMboniselo,11/1/2002, iphe. 5
5 UPawulos wathi: “Bantakwethu, bendingazi ukuba lo ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+