IZenzo 23:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Xa uPawulos wabonayo ukuba abanye abantu abakwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ngabaSadusi, abanye ngabaFarisi, wathi: “Madoda, bantakwethu, ndingumFarisi,+ unyana wabaFarisi. Ndigwetywa kuba ndikholelwa ukuba abafileyo baza kuvuswa.” IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:6 Ukunikela Ubungqina, iphe. 187-188 IMboniselo,4/15/2005, iphe. 31
6 Xa uPawulos wabonayo ukuba abanye abantu abakwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ngabaSadusi, abanye ngabaFarisi, wathi: “Madoda, bantakwethu, ndingumFarisi,+ unyana wabaFarisi. Ndigwetywa kuba ndikholelwa ukuba abafileyo baza kuvuswa.”