-
IZenzo 23:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Yakhula ingxabano, yaye umphathi-mkhosi woyika ukuba baza kumbulala uPawulos waza wathuma amajoni ukuba ayokumthatha apho, amse kwindawo ehlala amajoni.
-