-
IZenzo 23:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Ngoko nina kunye neNkundla Ephakamileyo YamaYuda nimele nithi kumphathi-mkhosi makamzise kuni ngokungathi kusekho izinto enisafuna ukuzixoxa ngetyala lakhe. Kodwa uza kuthi engekafiki kuni sibe sesilungele ukumbulala.”
-