IZenzo 23:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Wabiza amagosa omkhosi amabini, wathi: “Qokelelani amajoni ayi-200 aza kuya eKesareya, kunye nabakhweli-mahashe abayi-70 namajoni aphatha umkhonto ayi-200, malunga nentsimbi yesithoba ebusuku.* IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:23 Ukunikela Ubungqina, iphe. 191
23 Wabiza amagosa omkhosi amabini, wathi: “Qokelelani amajoni ayi-200 aza kuya eKesareya, kunye nabakhweli-mahashe abayi-70 namajoni aphatha umkhonto ayi-200, malunga nentsimbi yesithoba ebusuku.*