IZenzo 23:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa ngenxa yokuba ndiye ndaxelelwa ukuba kukho abantu abaceba ukuyibulala,+ ndiyithumela kuwe yaye ndifuna aba bantu bayimangalelayo bazokuchaza izimangalo zabo kuwe.”
30 Kodwa ngenxa yokuba ndiye ndaxelelwa ukuba kukho abantu abaceba ukuyibulala,+ ndiyithumela kuwe yaye ndifuna aba bantu bayimangalelayo bazokuchaza izimangalo zabo kuwe.”