IZenzo 23:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Wathi: “Ndiza kulixoxa kakuhle ityala lakho xa kufike abo bakumangalelayo.”+ Emva koko wathi makagcinwe ngoonogada kwindlu elikomkhulu eyakhiwa nguHerode.
35 Wathi: “Ndiza kulixoxa kakuhle ityala lakho xa kufike abo bakumangalelayo.”+ Emva koko wathi makagcinwe ngoonogada kwindlu elikomkhulu eyakhiwa nguHerode.