IZenzo 24:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Xa umlawuli wanqwalayo ukuze uPawulos aphendule, uPawulos wathi: “Ndazi kakuhle ukuba sele kuyiminyaka uyijaji kolu hlanga, ngoko ndikhululekile ukuzithethelela kuwe.+
10 Xa umlawuli wanqwalayo ukuze uPawulos aphendule, uPawulos wathi: “Ndazi kakuhle ukuba sele kuyiminyaka uyijaji kolu hlanga, ngoko ndikhululekile ukuzithethelela kuwe.+