IZenzo 24:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kodwa emva kweminyaka emibini, kwangena uPorkiyo Festo endaweni kaFeliks; yaye kuba uFeliks wayefuna ukuzithandisa kumaYuda,+ wamshiya evalelwe uPawulos. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:27 Ukunikela Ubungqina, iphe. 195
27 Kodwa emva kweminyaka emibini, kwangena uPorkiyo Festo endaweni kaFeliks; yaye kuba uFeliks wayefuna ukuzithandisa kumaYuda,+ wamshiya evalelwe uPawulos.