IZenzo 25:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa ndiye ndabaxelela ukuba inkqubo yamaRoma ayiyivumi le nto bayicelayo, yokuba kugwetywe umntu engekazithetheleli phambi kwabantu abammangalelayo.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:16 IMboniselo,12/15/2001, iphe. 23
16 Kodwa ndiye ndabaxelela ukuba inkqubo yamaRoma ayiyivumi le nto bayicelayo, yokuba kugwetywe umntu engekazithetheleli phambi kwabantu abammangalelayo.+