-
IZenzo 25:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 Ngoko ngemini elandelayo, uAgripa noBhernike beza bembejembeje, bangena nabaphathi-mikhosi namadoda abalulekileyo esixeko, kwigumbi labaphulaphuli. UFesto wakhupha umyalelo, waza uPawulos waziswa.
-