IZenzo 26:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 ukuba uvule amehlo azo,+ uzisuse ebumnyameni+ uzise ekukhanyeni,+ uzisuse phantsi kukaSathana uzise kuThixo,+ ukuze zixolelwe izono zazo+ zize zifumane ilifa kunye nabantu abangcwalisiweyo kuba bekholwa kum.’
18 ukuba uvule amehlo azo,+ uzisuse ebumnyameni+ uzise ekukhanyeni,+ uzisuse phantsi kukaSathana uzise kuThixo,+ ukuze zixolelwe izono zazo+ zize zifumane ilifa kunye nabantu abangcwalisiweyo kuba bekholwa kum.’