-
IZenzo 26:29IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
29 Ngoko uPawulos wathi: “Umthandazo wam kuThixo kukuba, nokuba kuthatha ixesha elifutshane okanye elide, ingabi nguwe wedwa kodwa bonke abantu abandimameleyo namhlanje bafane nam, qha nje bangabi nawo la matsheyini.”
-