IZenzo 27:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva kwexesha elide bengatyi, uPawulos waphakama, wathi kubo: “Madoda, ukuba benindimamele xa bendinicebisa, anasuka eKrete, ngeningekho kule ngxaki nikuyo ngoku.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 27:21 Ukunikela Ubungqina, iphe. 207-208
21 Emva kwexesha elide bengatyi, uPawulos waphakama, wathi kubo: “Madoda, ukuba benindimamele xa bendinicebisa, anasuka eKrete, ngeningekho kule ngxaki nikuyo ngoku.+