Roma 4:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko kwathiwa makoluke.+ Loo nto yayiluphawu olubonisa ukuba ulilungisa ngenxa yokholo awayenalo engekoluki, ukuze abe ngutata wabo bonke abantu abanokholo+ bengekoluki, ukuze kuthiwe bangamalungisa, Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:11 IMboniselo,8/15/2001, iphe. 14
11 Emva koko kwathiwa makoluke.+ Loo nto yayiluphawu olubonisa ukuba ulilungisa ngenxa yokholo awayenalo engekoluki, ukuze abe ngutata wabo bonke abantu abanokholo+ bengekoluki, ukuze kuthiwe bangamalungisa,