Roma 4:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Yayingekokuthobela umthetho okwabangela ukuba uAbraham okanye inzala* yakhe bathenjiswe ukuba uza kunikwa umhlaba ube lilifa lakhe,+ kodwa bathenjiswa kuba elilungisa ngenxa yokholo.+
13 Yayingekokuthobela umthetho okwabangela ukuba uAbraham okanye inzala* yakhe bathenjiswe ukuba uza kunikwa umhlaba ube lilifa lakhe,+ kodwa bathenjiswa kuba elilungisa ngenxa yokholo.+