Roma 4:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Nangona kwakubonakala kungekho themba, yena waba nethemba nokholo lokuba uza kuba ngutata weentlanga ezininzi, njengokuba kwakuthiwe: “Iza kuba ninzi ngolo hlobo inzala* yakho.”+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:18 IMboniselo,6/15/2008, iphe. 30
18 Nangona kwakubonakala kungekho themba, yena waba nethemba nokholo lokuba uza kuba ngutata weentlanga ezininzi, njengokuba kwakuthiwe: “Iza kuba ninzi ngolo hlobo inzala* yakho.”+