Roma 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ukona kwalaa mntu mnye kwabangela ukufa kwalawula njengokumkani,+ ngoko abantu abafumene ububele bukaThixo* ngokuphuphumayo nesipho sokuba babizwe ngokuba ngamalungisa,+ baza kuphila, babe ngookumkani+ ngenxa yomntu omnye, uYesu Kristu!+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:17 IMboniselo,6/15/2011, iphe. 14
17 Ukona kwalaa mntu mnye kwabangela ukufa kwalawula njengokumkani,+ ngoko abantu abafumene ububele bukaThixo* ngokuphuphumayo nesipho sokuba babizwe ngokuba ngamalungisa,+ baza kuphila, babe ngookumkani+ ngenxa yomntu omnye, uYesu Kristu!+