Roma 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko ke xa sasibhaptizelwa ekufeni kwakhe,+ sangcwatywa kunye naye, ukuze, kanye njengokuba uKristu wavuswa ekufeni ngamandla azukileyo kaTata wakhe, nathi siphile ubomi obutsha.+
4 Ngoko ke xa sasibhaptizelwa ekufeni kwakhe,+ sangcwatywa kunye naye, ukuze, kanye njengokuba uKristu wavuswa ekufeni ngamandla azukileyo kaTata wakhe, nathi siphile ubomi obutsha.+