Roma 8:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ke nina anilawulwa yimizimba enesono, nilawulwa ngumoya oyingcwele,+ ukuba nyhani umoya kaThixo uhleli kuni. Ukuba umntu akacingi njengoKristu, loo mntu akangokaKristu.
9 Kodwa ke nina anilawulwa yimizimba enesono, nilawulwa ngumoya oyingcwele,+ ukuba nyhani umoya kaThixo uhleli kuni. Ukuba umntu akacingi njengoKristu, loo mntu akangokaKristu.