Roma 8:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Sibulawa yonke le mihla ngenxa yakho; sesifana nje neegusha zokuxhelwa.”+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:36 IMboniselo,10/15/2001, iphe. 14-15
36 Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Sibulawa yonke le mihla ngenxa yakho; sesifana nje neegusha zokuxhelwa.”+